Inguqulelo ka convince in isiXhosa

convince

-qinisekisa

Ubizo-magama /kuhn-vinss/

isenziconvinced, convincing

  • 1

    -qinisekisa
    -cacisa
    -bonisa
    Please convince Jane that I am telling the truth Nceda uqinisekise uJane ukuba ndithetha inyani
  • 2

    -cenga
    -thundeza
    Try to convince her to come to the beach Zama ukumcenga eze elwandle