Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika cool in isiXhosa

: cool1cool2

cool1

-pholile(yo)

Ubizo-magama /kool/

isiphawulicooler, coolest

  • 1

    -pholile(yo)
    -zolile(yo)
    The air is nice and cool Impepho itsho kamnandi ipholile
  • 2ngokungekho sikweni

    -tshisa
    This new CD is cool! Le CD intsha iyatshisa

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika cool in isiXhosa

: cool1cool2

cool2

-phola

Ubizo-magama /kool/

isenzicooled, cooling

  • 1

    -phola
    -zola
    The water cooled Amanzi aye aphola
  • 2

    -pholisa
    -zolisa
    Cool the milk in the fridge Pholisa ubisi efrijini