Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika correct in isiXhosa

: correct1correct2

correct1

-chanekile(yo)

Ubizo-magama /kuh-rekt/

isiphawuli

  • 1

    -chanekile(yo)
    -lungile(yo)
    -ngenasiphene
    Good! All your answers are correct Ngxatsho ke! Zonke iimpendulo zakho zichanekile
    → Synonym of right
    → Antonym of wrong

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika correct in isiXhosa

: correct1correct2

correct2

-lungisa

Ubizo-magama /kuh-rekt/

isenzicorrected, correcting

  • 1

    -lungisa
    Correct your work if you made a mistake Lungisa umsebenzi wakho ukuba wenze imposiso