Inguqulelo ka country in isiXhosa

country

ilizwe

Ubizo-magama /kun-tree/

isibizoPlural countries

  • 1

    ilizwe
    South Africa is a country with 50 million people living in it UMzantsi Afrika lilizwe elinabantu abazizigidi ezingama-50 abahlala kulo
  • 2

    iphandle
    ummandla wasemaphandleni
    Do you live in the town or in the country? Uhlala edolophini okanye emaphandleni?