Inguqulelo ka course in isiXhosa

course

indlela

Ubizo-magama /kawss/

isibizoPlural courses

  • 1

    indlela
    icala
    ikhosi ngokungekho sikweni
    We followed the boat's course across the lake Salandela indlela yephenyane sanqumla ichibi
  • 2

    ibala
    People play golf on a golf course Abantu badlala igalufa kwibala legalufa
    a race course ibala lomdyarho (wamahashe)
  • 3

    izifundo
    ikhosi
    My mother's doing an art course Umama wenza izifundo zobugcisa