Inguqulelo ka cousin in isiXhosa

cousin

umntakwethu

Ubizo-magama /kuz-in/

isibizoPlural cousins

  • 1

    (when parents of cousins are brothers)
    umntakwethu
  • 2

    (when parents of cousins are sisters)
    ukanina
  • 3

    (when parents of cousins are brother and sister)
    umzala
    umza
    ukhazini ngokungekho sikweni
    ukhazi ngokungekho sikweni
    All our cousins are coming to the wedding Bonke abazala bethu bayeza emtshatweni