Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika cover in isiXhosa

: cover1cover2

cover1

-gquma

Ubizo-magama /kuv-uh/

isenzicovered, covering

  • 1

    -gquma
    -cika
    Please cover the food with a cloth Nceda ugqume ukutya ngelaphu
    Dust covered the car Uthuli lwagquma imoto
  • 2

    -quka
    This book covers the history of the Bhaca people Incwadi iquka nembali yamaBhaca

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika cover in isiXhosa

: cover1cover2

cover2

isigqubuthelo

Ubizo-magama /kuv-uh/

isibizoPlural covers

  • 1

    isigqubuthelo
    isiciko
    I have a plastic cover for my computer Ndinesigqubuthelo seplasitikhi kwikhompyutha yam
  • 2

    uqweqwe
    umphandle
    The book has a blue cover Incwadi inoqweqwe oluzuba