Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika crack in isiXhosa

: crack1crack2

crack1

uthanda

Ubizo-magama /krak/

isibizoPlural cracks

  • 1

    uthanda
    There is a crack in the glass Kukho uthanda eglasini
  • 2

    isithonga
    We heard a loud crack of thunder Seva isithonga seendudumo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika crack in isiXhosa

: crack1crack2

crack2

-candeka

Ubizo-magama /krak/

isenzicracked, cracking

  • 1

    -candeka
    -ba nothanda
    I dropped the cup and it cracked Ndiwise ikomityi yacandeka