Inguqulelo ka crane in isiXhosa

crane

isilenge

Ubizo-magama /krayn/

isibizoPlural cranes

  • 1

    isilenge
    ikhreyini ngokungekho sikweni
    Cranes are machines for lifting heavy things Izilenge ngoomatshini bokunyusa izinto ezinzima
  • 2

    indwe
    ihem
    The blue crane is South Africa's national bird Indwe yintaka eligugu lesizwe eMzantsi Afrika