Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika credit in isiXhosa

: credit1credit2

credit1

ityala

Ubizo-magama /kred-it/

isibizo

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    ityala
    isikwelithi
    ikhredithi ngokungekho sikweni
    I bought a car on credit and paid for it over four years Ndathenga imoto ngetyala ndaza ndayihlawula ngeminyaka emine
    → Compare debit
    • an agreement to buy something and pay for it later
    • isivumelwano sokuthenga into uze uhlawule mva

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika credit in isiXhosa

: credit1credit2

credit2

-faka imali

Ubizo-magama /kred-it/

isenzicrediting, credited

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    -faka imali
    -buyisela imali
    -khreditha ngokungekho sikweni
    The accountant credited the customer's account when the goods were returned Umcwangcisi-mali wabuyisela imali kwiakhawunti yekhastoma isakube ibuyisiwe impahla
    → Compare debit
    • to add an amount of money to someone's account
    • ukufaka imali kwiakhawunti yomnye umntu