Inguqulelo ka crush in isiXhosa

crush

-tyumza

Ubizo-magama /krush/

isenzicrushed, crushing

  • 1

    -tyumza
    -shwabanisa
    Don't crush my flowers! Sukuzityumza iintyatyambo zam!
  • 2

    -guba
    -sila
    -graya
    -kraya
    My grandmother crushed maize between stones Umakhulu waguba umbona ngelitye nembokotho