Inguqulelo ka cup in isiXhosa

cup

ikomityi

Ubizo-magama /kup/

isibizoPlural cups

  • 1

    ikomityi
    Here's a cup of tea Nantsi ikomityi yeti
  • 2

    (a prize for winning)
    indebe
    Our choir won the cup Ikwayala yethu iphumelele indebe