Inguqulelo ka curve in isiXhosa

curve

igophe

Ubizo-magama /kurv/

isibizoPlural curves

  • 1

    igophe
    The road goes straight, then there's a curve to the right Indlela ihamba ngqo kuze kubekho igophe ekunene

isenzi

  • 1

    -ba ligophe
    The road curves to the left here Indlela iba ligophe eliya ngasekunxele