Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika cut in isiXhosa

: cut1cut2

cut1

-sika

Ubizo-magama /kut/

isenzicut, cutting

  • 1

    -sika
    -sikelela
    -canda
    -ncwela
    -nqumla
    -shunqula
    He cuts the bread with a knife Usika isonka ngemela
    She's cutting grass for thatch Usika ingca yokufulela
  • 2

    (used for hair, beard, lawn-grass, etc.)
    -cheba
    The hairdresser cut my hair Umchebi-nwele wacheba iinwele zam
    Cut the grass in the garden short Cheba ingca eyadini ibe mfutshane

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika cut in isiXhosa

: cut1cut2

cut2

inxeba

Ubizo-magama /kut/

isibizoPlural cuts

  • 1

    inxeba
    uduma
    I put a plaster over the cut on my knee Ndabeka iplasta phezu kwenxeba elisedolweni lam