Inguqulelo ka day in isiXhosa

day

usuku

Ubizo-magama /day/

isibizoPlural days

  • 1

    usuku
    imini
    umhla
    There are seven days in a week Zisixhenxe iintsuku evekini
  • 2

    imini
    We work in the day and sleep at night Sisebenza emini size silale ebusuku