Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika debit in isiXhosa

: debit1debit2

debit1

ityala

Ubizo-magama /deb-it/

isibizoPlural debits

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    ityala
    idebhithi
    The accountant added up all the debits and the credits Umcwangcisi-mali wadibanisa onke amatyala nemali ekwiakhawunti
    → Compare credit
    • the amount of money that is owed
    • imali iyonke elityala

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika debit in isiXhosa

: debit1debit2

debit2

-faka njengetyala

Ubizo-magama /deb-it/

isenzidebited, debiting

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    -faka njengetyala
    -tsala
    They are going to debit the amount against your account Baya kusitsala isixa-mali kwiakhawunti yakho
    • to take money from an account
    • ukukhupha imali kwiakhawunti