Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika decrease in isiXhosa

: decrease1decrease2

decrease1

-hla

Ubizo-magama /dee-kreess/

isenzidecreased, decreasing

  • 1

    -hla
    -thoba
    -ncipha
    The price of CDs decreased from R60 to R45 Ixabiso lee-CD lihle ukususela kuma-R60 laya kuma-R45
    → Antonym of increase
  • 2

    -thoba
    -hlisa
    -nciphisa
    Decrease your speed Thoba isantya sakho
    → Synonym of reduce

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika decrease in isiXhosa

: decrease1decrease2

decrease2

ukuhla

Ubizo-magama /dee-krees/

isibizoPlural decreases

  • 1

    ukuhla
    ukuthoba
    ukuncipha
    ukunciphisa
    There is a 20% decrease in profits Kukho ukuhla okuyi-20% kwingeniso
    → Antonym of increase