Inguqulelo ka deep in isiXhosa

deep

-nzulu

Ubizo-magama /deep/

isiphawulideeper, deepest

  • 1

    -nzulu
    The water is deep here Amanzi anzulu kule ndawo
    → Compare shallow
  • 2

    -nzulu
    The water is two metres deep Amanzi anzulu kangangeemitha ezimbini
  • 3

    -nzulu
    -shushu
    We had a deep discussion Saba nengxoxo eshushu

Usetyenziso

The noun formed from 'deep' is 'depth'.