Inguqulelo ka defeat in isiXhosa

defeat

-oyisa

Ubizo-magama /di-feet/

isenzidefeated, defeating

  • 1

    -oyisa
    -ahlula
    Roger defeated Rafael in the tennis match URoger woyisa uRafael kumdlalo wentenetya

Inguqulelo ka defeat in isiXhosa

defeat

uloyiso

Ubizo-magama /di-feet/

isibizo

  • 1

    uloyiso
    We learnt about Britain's defeat of the German army Safunda ngoloyiso lweBhrithani kumkhosi wamaJamani

Inguqulelo ka defeat in isiXhosa

defeat

uloyiso

Ubizo-magama /di-feet/

isibizo

  • 1

    uloyiso
    We learnt about Britain's defeat of the German army Safunda ngoloyiso lweBhrithani kumkhosi wamaJamani