Inguqulelo ka define in isiXhosa

define

-chaza intsingiselo

Ubizo-magama /di-fine/

isenzidefined, defining

inzululwazi geelwimi

  • 1

    -chaza intsingiselo
    -cacisa intsingiselo
    -nika intsingiselo
    Define "stokvel" clearly Nika intsingiselo ka"istokfele" ngokucacileyo
    • to explain the exact meaning of a word or phrase
    • ukuchaza intsingiselo ethe ngqo yegama okanye yebinzana