Inguqulelo ka degree in isiXhosa

degree

iqondo

Ubizo-magama /di-gree/

isibizoPlural degrees

  • 1

    ifiziksi
    iqondo
    idigri
    We measure temperature in degrees Celsius Silinganisa ubungakanani bobushushu ngeqondo likaCelsius
    • a unit for measuring temperature, usually on the Celsius scale
    • iyunithi yokulinganisa ubushushu, idla ngokuba kwisikali sikaCelsius
  • 2

    izibalo
    iqondo
    idigri
    A right angle is 90 degrees Iengile ethe ngqo ingamaqondo angama-90
    • a unit for measuring angles. One degree is equal to 1/360 of a full revolution
    • iyunithi yokulinganisa iiengile. Idigri enye idla ngokulingana nesi-1/360 kumjikelo wesangqa opheleleyo
  • 3

    inzululwazi ngezelizwe
    iqondo
    idigri
    • a unit for measuring latitude or longitude
    • iyunithi yokulinganisa isibanzi okanye iside
  • 4

    isidanga
    When you graduate from university or college, you get a degree or a diploma Xa uphumelele eyunivesithi okanye ekholejini ufumana isidanga okanye idiploma

Usetyenziso

For the first three senses we can use the symbol °. For example, instead of '90 degrees Celsius', you can write '90 °Celsius'.