Inguqulelo ka delay in isiXhosa

delay

-libazisa

Ubizo-magama /di-lay/

isenzidelayed, delaying

  • 1

    -libazisa
    -bambezela
    The road accident delayed us and made us late Ingozi yendlela yasilibazisa yasishiyisa ngexesha
  • 2

    -misa
    Let's delay the wedding until summer Masiwumise umtshato kude kube sehlotyeni

Inguqulelo ka delay in isiXhosa

delay

ulibaziseko

Ubizo-magama /di-lay/

isibizo

  • 1

    ulibaziseko
    What caused the delay? Yintoni eyabangela ulibaziseko?

Inguqulelo ka delay in isiXhosa

delay

ulibaziseko

Ubizo-magama /di-lay/

isibizo

  • 1

    ulibaziseko
    What caused the delay? Yintoni eyabangela ulibaziseko?