Inguqulelo ka democracy in isiXhosa

democracy

idemokhrasi

Ubizo-magama /di-mok-kruh-see/

isibizoPlural democracies

  • 1

    idemokhrasi
    ulawulo lwentando yesininzi
    Democracy is a system of government in which people vote for their leaders Idemokhrasi yinkqubo karhulumente apho abantu bavotela iinkokeli zabo
  • 2

    ilizwe elinolawulo lwesininzi
    ilizwe elinedemokhrasi
    France and South Africa are democracies IFransi noMzantsi Afrika ngamazwe anenkqubo yedemokhrasi