Inguqulelo ka demonstrate in isiXhosa

demonstrate

-bonisa

Ubizo-magama /dem-uhn-strayt/

isenzidemonstrated, demonstrating

  • 1

    -bonisa
    Can you demonstrate how to work the machine? Ungayibonisa indlela osebenza ngayo umatshini?
  • 2

    -vakalisa
    -qhankqalaza
    In the city, many people are demonstrating against the war Esixekweni, abantu abaninzi bavakalisa ukungahambisani nemfazwe