Inguqulelo ka density in isiXhosa

density

ukuxinana

Ubizo-magama /den-si-tee/

isibizoPlural densities

  • 1

    ukuxinana
    ingxinano
    ukushinyana
    The density of the fog forced us to stop Ukushinyana kwenkungu kwasinyanzela ukuba sime
    The population density in Gauteng is high: there are over 500 people per square kilometre Ingxinano yabantu eRhawutini iphezulu: bangaphezu kwama-500 abantu kwisikwere sekhilomitha ngasinye

Usetyenziso

We usually use 'density' in the singular, not the plural.