Inguqulelo ka department in isiXhosa

department

isebe

Ubizo-magama /di-paat-muhnt/

isibizoPlural departments

  • 1

    isebe
    icandelo
    Jodie works in the Department of Health UJodie usebenza kwiSebe lezeMpilo
    I bought boots in the shoe department at Woolworths Ndithenge iibhutsi kwicandelo lezihlangu kwaWoolworths