Inguqulelo ka diarrhoea in isiXhosa

diarrhoea

isisu esihambisayo

Ubizo-magama /dy-uh-ree-uh/

isibizo

  • 1

    isisu esihambisayo
    isisu esikhululekileyo
    urhudo
    ukutshitsha ngokungekho sikweni
    He had diarrhoea and kept running to the toilet Wayenesisu esihambisayo kungoko wayesoloko ebaleka esiya ngasese