Inguqulelo ka die in isiXhosa

die

-bhubha

isenzidied, dying

  • 1

    (people)
    -bhubha
    -sweleka
    -tshaba
    -fa
    His grandfather has died Uyisemkhulu ubhubhile
  • 2

    (animals and plants)
    -fa
    The trees are dying Imithi iyafa
    Did the cow die? Ngaba yafa inkomo?

Usetyenziso

Don't confuse 'die' with 'dye'.