Inguqulelo ka diet in isiXhosa

diet

isityo

Ubizo-magama /dy-uht/

isibizoPlural diets

  • 1

    I-ikholoji inzululwazi ngezilo
    isityo
    isondlo
    idayethi ngokungekho sikweni
    • the food that people or animals usually eat
    • ukutya okudla ngokutyiwa ngabantu okanye zizilwanyana
  • 2

    iyeza
    idayethi
    She went on a diet to lose some weight Usebenzisa idayethi ngenjongo yokuthoba umzimba
    • the controlled intake of food, usually to lose weight or for religious or health reasons
    • ukulawula indlela yokutya, idla ngokuba kukunciphisa umzimba okanye ngezizathu zenkolo okanye zempilo