Inguqulelo ka disc in isiXhosa

disc

icwecwe

Ubizo-magama /disk/

isibizoPlural discs

  • 1

    icwecwe
    idiski ngokungekho sikweni
    Make a cardboard disc by drawing a circle and cutting it out Yenza icwecwe lekhadibhodi ngokuzoba isangqa uze usisike
  • 2

    ikhompyutha
    icwecwe
    idiski ngokungekho sikweni
    We use discs to store computer files, films and music Sisebenzisa iidiski ukugcina iifayile zekhompyutha, iifilim nomculo