Inguqulelo ka discover in isiXhosa

discover

-fumanisa

Ubizo-magama /diss-kuv-uh/

isenzidiscovered, discovering

  • 1

    -fumanisa
    We discovered that he was lying Safumanisa ukuba wayexoka
  • 2

    -fumana
    -bhaqa
    Who discovered gold in South Africa? Ngubani owafumana igolide eMzantsi Afrika?