Inguqulelo ka discrimination in isiXhosa

discrimination

ucalulo

Ubizo-magama /diss-krim-in-ay-shuhn/

isibizo

umthetho

  • 1

    ucalulo
    ucalucalulo
    ukukhetha
    umkhethe
    • treating people unfairly because of their race, religion, gender or age
    • ukuphatha abantu kakubi ngenxa yobuhlanga, inkolo, isini okanye ubudala babo