Inguqulelo ka display in isiXhosa

display

umboniso

Ubizo-magama /diss-play/

isibizoPlural displays

  • 1

    umboniso
    There's a display of our art in the hall Kukho umboniso wobugcisa bethu eholweni

isenzi

  • 1

    -bonisa
    -beka emboniselweni
    Display your paintings so that people can see them Yibeke emboniselweni imifanekiso yakho khona ukuze abantu bayibone