Inguqulelo ka distribution in isiXhosa

distribution

ukunikezela

Ubizo-magama /diss-trib-yoo-shuhn/

isibizo

  • 1

    ukunikezela
    ukuhambisa
    usasazo
    The floods made distribution of food to people difficult Izikhukula zenza kwanzima ukusiwa kokutya ebantwini
  • 2

    usasazeko
    ukusasazeka
    This map shows the distribution of rain in South Africa Le mephu ibonisa ukusasazeka kwemeko yemvula eMzantsi Afrika