Inguqulelo ka disturb in isiXhosa

disturb

-phazamisa

Ubizo-magama /diss-turb/

isenzidisturbed, disturbing

  • 1

    -phazamisa
    -bhoxa
    -gxobha
    -nyopha ngokungekho sikweni
    Don't disturb me when I'm working Musa ukundiphazamisa xa ndisebenza
    A fish disturbed the surface of the water Intlanzi yagxobha umphezulu wamanzi
  • 2

    -duba
    The bad news disturbed us Iindaba ezimbi zasiduba
    → Synonym of worry upset