Inguqulelo ka divide in isiXhosa

divide

-ahlula

Ubizo-magama /di-vide/

isenzidivided, dividing

  • 1

    izibalo
    -ahlula
    What is 36 divided by 6? Kuphuma siphumo sini xa kwahlulwe ama-36 ngesi-6?
    → Compare multiply
    • to calculate how many times one number is contained in another
    • ukubala ukuba inani lingena kangaphi kwelinye inani
  • 2

    -ahlula
    Divide the money equally Yahlula imali ngokulinganayo