Inguqulelo ka divisor in isiXhosa

divisor

isahluli

Ubizo-magama /di-vize-uh/

isibizoPlural divisors

izibalo

  • 1

    isahluli
    When 6 is divided by 3, 3 is the divisor Xa isi-6 sisahlulwa ngesi-3, isi-3 sisahluli
    • the number by which another number is divided
    • inani ekwahlulwa ngalo elinye inani