Inguqulelo ka divorce in isiXhosa

divorce

-qhawula umtshato

Ubizo-magama /di-vawss/

isenzidivorced, divorcing

  • 1

    -qhawula umtshato
    Joanna's parents divorced, and now she lives with her mother Abazali bakaJoanna baqhawula umtshato, yena ngoku uhlala nomama wakhe

Inguqulelo ka divorce in isiXhosa

divorce

uqhawulo-mtshato

Ubizo-magama /di-vawss/

isibizo

  • 1

    uqhawulo-mtshato
    After her parents' divorce, Nikiwe felt sad Emva koqhawulo-mtshato lwabazali bakhe, uNikiwe weva kabuhlungu

Inguqulelo ka divorce in isiXhosa

divorce

uqhawulo-mtshato

Ubizo-magama /di-vawss/

isibizo

  • 1

    uqhawulo-mtshato
    After her parents' divorce, Nikiwe felt sad Emva koqhawulo-mtshato lwabazali bakhe, uNikiwe weva kabuhlungu