Inguqulelo ka document in isiXhosa

document

uxwebhu

Ubizo-magama /dok-yoo-muhnt/

isibizoPlural documents

  • 1

    uxwebhu
    incwadi
    I keep my birth certificate and other important documents in a safe place Ndigcina isatifikethi sam sokuzalwa namanye amaxwebhu kwindawo ekhuselekileyo
  • 2

    ikhompyutha
    uxwebhu
    Lumko saved the document on his computer ULumko walugcina uxwebhu kwikhompyutha yakhe