Inguqulelo ka dominate in isiXhosa

dominate

-velela

Ubizo-magama /dom-in-ayt/

isenzidominated, dominating

  • 1

    -velela
    -lawula
    -ongamela
    -qweqwedisa
    -khonya
    Don't dominate the meeting; let other people speak Musa kuyiqweqwedisa intlanganiso; makuthethe nabanye abantu