Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika drain in isiXhosa

: drain1drain2

drain1

-khupha amanzi

Ubizo-magama /drayn/

isenzidrained, draining

  • 1

    -khupha amanzi
    Drain the tin of peas Khupha amanzi kwitoti yee-erityisi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika drain in isiXhosa

: drain1drain2

drain2

umjelo

Ubizo-magama /drayn/

isibizoPlural drains

  • 1

    umjelo
    umsele
    umbhobho
    idreyini ngokungekho sikweni
    When dirty water leaves the sink it flows along a drain Xa amanzi amdaka ephuma esinkini, ahamba ngombhobho