Inguqulelo ka dramatic in isiXhosa

dramatic

-omdlalo

Ubizo-magama /druh-mat-ik/

isiphawulimore dramatic, most dramatic

  • 1

    -omdlalo
    The dramatic society performs plays Iqumrhu lomdlalo lidlala imidlalo
  • 2

    -vusa umxhelo
    ukubambisa amazinyo
    The game had a dramatic finish: three goals in four minutes! Umdlalo waba nesiphelo esivusa umxhelo: amanqaku amathathu kwimizuzu nje emine!