Inguqulelo ka draw in isiXhosa

draw

-zoba

Ubizo-magama /draw/

isenzidrew, drawing, drawn

  • 1

    -zoba
    Draw a zebra Zoba iqwarhashe
  • 2

    -tsala
    This church draws many people to it Le nkonzo itsala abantu abaninzi kuyo
  • 3

    -tsala
    The cart is drawn by horses Ikari itsalwa ngamahashe
  • 4

    -dlala ngokulinganayo
    The soccer teams drew 2-2 Amaqela ebhola ekhatywayo adlala ngokulinganayo ngamanqaku ama-2 macala
  • 5

    -kha
    -khupha
    Women draw water from the river Abafazi bakha amanzi emlanjeni
    Draw R200 from the bank Khupha ama-R200 ebhankini