Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika dream in isiXhosa

: dream1dream2

dream1

iphupha

Ubizo-magama /dreem/

isibizoPlural dreams

  • 1

    iphupha
    ithongo
    I had strange dreams last night Ndibe namaphupha asisimanga phezolo
  • 2

    iphupha
    umnqweno
    injongo
    Annie's dream is to be a doctor Iphupha lika-Annie lelokuba ngugqirha

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika dream in isiXhosa

: dream1dream2

dream2

-phupha

Ubizo-magama /dreem/

isenzidreamt, dreamed, dreaming

  • 1

    -phupha
    Last night I dreamt about sheep Phezolo ndiphuphe iigusha
  • 2

    -nqwena
    Ben dreams of being in the Springbok team UBen unqwenela ukuba kwiqela leSpringbok