Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika dress in isiXhosa

: dress1dress2

dress1

-nxiba

Ubizo-magama /dress/

isenzidressed, dressing

  • 1

    -nxiba
    I dress the baby every morning, then I dress myself Ndinxibisa umntwana qho kusasa, ndize ndinxibe mva

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika dress in isiXhosa

: dress1dress2

dress2

ilokhwe

Ubizo-magama /dress/

isibizoPlural dresses

  • 1

    ilokhwe
    She is wearing a dress Unxibe ilokhwe
  • 2

    isinxibo
    isivatho
    Describe the traditional dress of Xhosa men and women Chaza isinxibo sesiNtu samadoda nabafazi besiXhosa