Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika drink in isiXhosa

: drink1drink2

drink1

-sela

Ubizo-magama /dringk/

isenzidrank, drinking, drunk

  • 1

    -sela
    -phunga
    Drink a glass of milk Sela iglasi yobisi
  • 2

    (drink something hot)
    -phunga
    We're drinking tea Siphunga iti
    → Synonym of sip
  • 3

    (drink too much alcohol)
    -sela
    He has a problem: he drinks Unengxaki: usela kakhulu

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika drink in isiXhosa

: drink1drink2

drink2

isiselo

Ubizo-magama /dringk/

isibizoPlural drinks

  • 1

    isiselo
    What drink do you want – milk or juice? Ufuna siphi isiselo – ubisi okanye ijusi?