Inguqulelo ka drizzle in isiXhosa

drizzle

-khwitsha

Ubizo-magama /driz-l/

isenzidrizzled, drizzling

  • 1

    -khwitsha
    -khumezela
    -fefa
    -pepeza
    Yesterday it rained; today it's just drizzling Izolo inile imvula; namhlanje kuyakhwitsha

Inguqulelo ka drizzle in isiXhosa

drizzle

umkhwitsho

Ubizo-magama /driz-l/

isibizo

  • 1

    umkhwitsho
    Expect light drizzle today Lindela umkhwitsho ongephi namhlanje

Inguqulelo ka drizzle in isiXhosa

drizzle

umkhwitsho

Ubizo-magama /driz-l/

isibizo

  • 1

    umkhwitsho
    Expect light drizzle today Lindela umkhwitsho ongephi namhlanje