Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika drop in isiXhosa

: drop1drop2

drop1

-wisa

Ubizo-magama /drop/

isenzidropped, dropping

  • 1

    -wisa
    -lahla
    -yeka
    Drop the ball! Lahla ibhola!
  • 2

    -wa
    -phokoka
    Oranges are dropping from the tree Amaorenji awa emthini
    Water dropped from the roof Amanzi aphokoka ephuma eluphahleni
  • 3

    -hla
    -thoba
    Prices dropped Amaxabiso ehlile
    The temperature is dropping Iqondo lobushushu liyehla
  • 4

    -hlisa
    -thula
    -beka
    Please drop me at the station Nceda undihlise esitishini

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika drop in isiXhosa

: drop1drop2

drop2

ithontsi

Ubizo-magama /drop/

isibizoPlural drops

  • 1

    ithontsi
    Drops of rain fell on the ground Amathontsi emvula awa emhlabeni
  • 2

    ukuhla
    ukwetha
    a drop in price ukuhla kwexabiso
    a drop in temperature ukuhla kweqondo lobushushu