Inguqulelo ka dumb in isiXhosa

dumb

-sisimumu

Ubizo-magama /dum/

isiphawulidumber, dumbest

  • 1

    -sisimumu
    I couldn't speak; I was dumb with shock Andizange ndibe nakho ukuthetha; ndasuka ndasisimumu kukothuka
  • 2ngokungekho sikweni

    -sisiyatha
    Stop being dumb and think! Yeka ukuba sisiyatha oku ucinge!
    → Synonym of stupid

Usetyenziso

In the past 'dumb' was used to mean "unable to speak". It is better not to use it in this sense because it can hurt people's feelings. Instead use a phrase such as 'speech-impaired'.