Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika dump in isiXhosa

: dump1dump2

dump1

-lahla

Ubizo-magama /dump/

isenzidumped, dumping

  • 1

    -lahla
    -lahlela
    -dampa ngokungekho sikweni
    Where can we dump this old mattress? Singawulahla phi lo matrasi mdala?
  • 2

    -lahla
    -wisa
    Don't dump your clothes on the floor! Musa ukulahla impahla yakho phantsi!

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika dump in isiXhosa

: dump1dump2

dump2

indawo yokulahla inkukuma

Ubizo-magama /dump/

isibizoPlural dumps

  • 1

    indawo yokulahla inkukuma
    indawo yobuxelegu
    izala lenkunkuma
    I took our rubbish to the dump Inkukuma yethu ndiyise kwindawo yokulahla inkukuma